John 7:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati ngoko kuye abazalwana bake: Puma apa, uye e‐Judeya, ukuze abadisipile bako nabo bakangele imisebenzi uyenzayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi ngoko kuye abazalwana bakhe, Gqitha apha, uye kwelakwaYuda, ukuze nabafundi bakho bayibone imisebenzi yakho oyenzayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi ngoko kuye abazalwana bakhe, Gqitha apha, uye kwelakwaYuda, ukuze nabafundi bakho bayibone imisebenzi yakho oyenzayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
baza bathi kuye abantakwabo: “Khawumke apha, uye kwelakwaJuda, ukuze nabo abafundi bakho abalapho bazibone izinto ozenzayo.