John 7:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babefuna ngoko ukumbamba: kanti bekungeko mntu owabeka isandla pezu kwake, ngokuba ixeshana lake belingekafikanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babefuna ngoko ukumbamba; kodwa akubangakho namnye umsa isandla, ngokuba ilixa lakhe belingekafiki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babefuna ngoko ukumbamba, kodwa akubangakho namnye umsa isandla, ngokuba ilixa lakhe belingekafiki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babefuna ukumbamba, kodwa akubangakho bani umchukumisayo, kuba lalingekafiki ixesha.