John 7:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati abafarisi beva isihlwele sidumzela ezizinto ngaye: baza abafarisi nabaperisite abakulu batuma amadindili, ukuze ambambe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
AbaFarisi beva abantu bezikrokrela ezi zinto ngaye; baza abaFarisi nababingeleli abakhulu bathuma amadindala, ukuba ambambe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
AbaFarisi beva abantu bezikrokrela ezi zinto ngaye; Baza abaFarisi nababingeleli abakhulu bathuma amadindala, ukuba ambambe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*AbaFarasi babeva abantu bethetha ngasese ngoYesu, baza bona nababingeleli abaziintloko bathuma abagadi bendlu kaThixo ukuba bambambe.