John 7:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati kubo u‐Yesu: Lixesha elincinane endisenani ngalo, ndize ndiye kulowo wanditumayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ngoko uYesu kuwo, Liselixesha elifutshane endinani, ndize ndiye kowandithumayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ngoko uYesu kubo, Liselixesha elifutshane endinani, ndize ndiye kowandithumayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza uYesu wathi: “Ndisaza kuba nani ithutyana, ndize ndimke, ndiye kulowo undithumileyo.