John 7:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lelanina eli ilizwi walitshoyo ukuti: Niya kundifuna, kanti aniyi ku ndi fumana; nalapo ndikoyo mna, aningeze nina kona?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Liyintoni na eli lizwi alithethileyo, lithi, Niya kundifuna, ningandifumani; nithi apho ndikhona mna, ningabi nakufika nina?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Liyintoni na eli lizwi alithethileyo, lithi, Niya kundifuna, ningandifumani; nithi apho ndikhona mna, ningabi nakufika nina?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba uthetha ukuthini xa athi: ‘Niya kundifuna ningandifumani, kuba nina aninako ukuya apho ndiya khona’?”