John 7:45 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andula eza amadindili lawo kubo abaperisite abakulu nabafarisi; abati kuwo bona: Kunganina ukuba animzisanga?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Afika ngoko amadindala kubabingeleli abakhulu nakubaFarisi;baza bona bathi kuwo, Kungani na ukuba ningezi naye?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Afika ngoko amadindala kubabingeleli abakhulu nakubaFarisi; bathi kubo, Yini na ukuba ningezi naye?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abagadi *bendlu kaThixo babuyela kubabingeleli abaziintloko *nabaFarasi, baza bona bathi kubo: “Kutheni ningezanga naye nje?”