John 7:48 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kuko na owakubapati okoliweyo kuye, umhlaumbi owakubafarisi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kubaphathi nakubaFarisi kungaba kukho mntu ukholiweyo kuye yini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kubaphathi nakubaFarisi kungaba kukho mntu ukholiweyo kuye yini na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwiinkokheli zethu nakubaFarasi ngaba kukho mntu wakha wakholwa kuye?