John 7:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati kubo u‐Yesu; Elam ixesha alikafiki; kodwa elenu ixesha lilungile futi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ngoko uYesu kubo, Ixesha lam alikabikho, ke elenu ixesha lihlala lilungile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ngoko uYesu kubo, Ixesha lam alikabikho, ke elenu ixesha lihlala lilungile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kubo uYesu: “Nina ningaya nanini na, kodwa elam ithuba lokuya alikafiki.