John 7:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nina nyukelani kuwo umtendeleko lo: mna andikanyukeli kuwo umtendeleko lo; ngokuba elam ixesha alikazalisekile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nyukani nina, niye kulo mthendeleko; mna andikanyuki, ndiye kulo mthendeleko; ngokuba ixesha lam alikazaliseki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nyukani nina, niye kulo mthendeleko; mna andikanyuki, ndiye kulo mthendeleko; ngokuba ixesha lam alikazaliseki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ningaya nina ethekweni apho, kodwa mna andiyi, kuba ayikabi lothuba lifanelekileyo eli kum.”