John 8:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku akuba ezipakamisile u‐Yesu, engaboni mntu kupela umfazi lowo, wati kuye: Mfazi! bapina abo abakunika ityala? akuko namnye owakugweba na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ephakamile ke uYesu, akabona mntu kwakuphela ngumfazi lowo;wathi kuye, Mfazindini, baphi na abo bamangaleli bakho? Akukho ukugwebileyo na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ephakamile ke uYesu, akabona mntu kwakuphela ngumfazi lowo; wathi kuye, Mfazindini, baphi na abo bamangaleli bakho? Akukho ukugwebileyo na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphakama uYesu, wathi kuye: “Baphi na abamangaleli bakho? Akukho namnye na oshiyekileyo?”