John 8:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Yesu wabuya wateta kubo, esiti: Mna ndilulo ukanyiso lwelizwe: lowo undilandelayo akasayi kuhamba ebumnyameni, koko aya kuba nalo ukanyiso lwobomi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya ngoko uYesu wathetha kubo, esithi, Ndim ukhanyiselo lwehlabathi; lowo undilandelayo akasayi kuhamba ebumnyameni;yena uya kuba nalo ukhanyiso lobomi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya ngoko uYesu wathetha kubo, esithi, Ndim ukhanyiselo lwehlabathi; lowo undilandelayo akasayi kuhamba ebumnyameni; yena uya kuba nalo ukhanyiso lobomi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu waphinda wabhekisa ebantwini wathi: “Ndim ukhanyiso lwehlabathi. Lowo undilandelayo soze ahambe ebumnyameni; woba nokhanyiselo olunika ubomi.”