John 8:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula u‐Yesu wati kubo: Nakuba ndizinqi̔nela ngokwam, buyinene ubunqi̔na bam; ngokuba ndisazi apo ndavela kona, nalapo ndiya kona: kodwa nina anazi apo ndivela kona, nalapo ndiya kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uYesu wathi kubo, Nokuba ndithi ndizingqinele mna ngokwam, buyinene ubungqina bam; ngokuba ndiyazi apho ndavela khona, nalapho ndiya khona; ke nina anazi apho ndivela khona, nalapho ndiya khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uYesu wathi kubo, Nokuba ndithi ndizingqinele mna ngokwam, buyinene ubungqina bam; ngokuba ndiyazi apho ndavela khona, nalapho ndiya khona; ke nina anazi apho ndivela khona, nalapho ndiya khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula uYesu wathi kubo: “Nangona indim ozingqinelayo, buyinyaniso ubungqina bam, kuba ndiyazi apho ndivela khona nalapho ndiya khona; nina aniyazi imvelaphi yam; nalapho ndiya khona anazi.