John 8:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa noko ndigwebayo mna, ukugweba kwam kuyinene; ngokuba ndingendedwa, ndim nobawo owanditumayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nokuba ndithi ndigwebe mna, umgwebo wam uyinene; ngokuba andindedwa, ndim noBawo owandithumayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nokuba ndithi ndigwebe mna, umgwebo wam uyinene; ngokuba andindedwa, ndim noBawo owandithumayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke, ukuba ndithe ndagweba, isigwebo sam sithembekile; kuba andindedwa, ndikunye noBawo ondithumileyo.