John 8:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babesiti ngoko kuye: Upina uyihlo wako? Wati u‐Yesu ukupendula: Anindazi mna, anim azi nobawo kanjako: ukuba nibe nindazi mna, ngeniba nimazi nobawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi ngoko kuye, Uphi na uYihlo? Waphendula uYesu, wathi, Anindazi mna; animazi noBawo. Ukuba benindazi mna, ninge nimazi noBawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi ngoko kuye, Uphi na uYihlo? Waphendula uYesu wathi, Anindazi mna; anindazi noBawo; ukuba benindazile mna, ninge nimazile noBawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baza bathi kuye: “Uphi loo Yihlo?” Waphendula uYesu wathi: “Kwankqu mna lo anindazi, noBawo ningamazi. Ukuba ke benindazi mna, noBawo ngenimazi.”