John 8:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku kusasa wabuya wafika etempileni, bati bonke abantu beza kuye; waza wahlala pantsi, wabafundisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke ngesifingo wabuya wafika etempileni; baye bonke abantu besiza kuye; wahlala phantsi, wabafundisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi kwakusa, wabuya wangena etempileni; baye bonke abantu besiza kuye; wahlala phantsi, wabafundisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lakuphuma ilanga ngosuku olulandelayo, wabuyela *endlwini kaThixo. Isihlwele samngqonga, waza wahlala phantsi, wabafundisa abantu.