John 8:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Yesu wabuya wati kubo: Mna ndiyemka, naniya kundifuna, kanti niya kufa esonweni senu: apo ndiya kona, aningeze nina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya ngoko uYesu wathi kubo, Ndiyemka mna; niya kundifuna, nifele esonweni senu; apho ndiya khona mna, aninako ukufika nina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya ngoko uYesu wathi kubo, Ndiyemka mna; niya kundifuna, nifele esonweni senu; apho ndiya khona mna, aninako ukufika nina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphinda uYesu wathi kubo: “Ndiyemka mna; ke nina niya kundifuna; yaye niya kufela ezonweni zenu. Apho ndiya khona mna, aninakuya nina.”