John 8:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abesiti ngoko ama‐Juda: Wozibulala yinina? ukuba esiti: Apo ndiya kona, aningeze nina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abesithi ngoko amaYuda, Angaba uya kuzibulala na, le nto athi, Apho ndiya khona mna, aninako ukufika nina?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ayesithi ngoko amaYuda, Angaba uya kuzibulala na? ngokuba esithi, Apho ndiya khona mna, aninako ukufika nina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko athi amaJuda: “Ngaba bethu úza kuzibulala, esithi nje apho aya khona thina asinakuya?”