John 8:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndatsho ngoko kuni ukuti, niya kufa ezonweni zenu; ngokuba xeshekweni ningakolwayo ukuba ndinguye, niya kufa ezonweni zenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndatsho ngoko kuni ukuthi, Niya kufela ezonweni zenu; kuba ekubeni nithe anakholwa ukuba ndinguye, niya kufela ezonweni zenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndatsho ngoko kuni ukuthi, Niya kufela ezonweni zenu; kuba ekubeni nithe anakholwa ukuba ndinguye, niya kufela ezonweni zenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kungoko nditshoyo ukuthi niya kufela ezonweni zenu. Ukuba anithanga nakholwa okokuba ndinguye endinguye, niya kufela ezonweni zenu.”

Recommended Reading