John 8:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andula ati kuye: Ungubanina wena? Waza wati kuwo u‐Yesu: Ndikoko sendisitsho kuni ukuba ndikuko kutabata ekuqaleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abesithi ngoko kuye, Ungubani wena? Wathi kuwo uYesu, Ndiyiloo nto ndayixelayo kuni kwasekuqaleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi ngoko kuye, Ungubani na? Athi kubo uYesu, Ndiyiloo nto ndayixelayo kuni kwasekuqaleni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ambuza ke esithi: “Ungubani wena?” Wathi kuwo uYesu: “Ndingulowo ndandithe ndinguye kwasekuqalekeni.