John 8:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati kuwo u‐Yesu: Xeshekweni nimpakamisile unyana wesintu, oko niya kwazi ukuba ndinguye, nokuba andenzi nto ngokwam, koko nditi, njengokuba bendifundiswe ngubawo, ndizitete njalo ezizinto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ngoko uYesu kuwo, Xa nithe namphakamisa uNyana woMntu, noqonda oko ukuba ndinguye, nokuba andenzi nto ngokwam;ndisuka ndizithethe ezi zinto njengoko wandifundisayo uBawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ngoko uYesu kuwo, Xa nithe namphakamisa uNyana woMntu, noqonda oko ukuba ndinguye, nokuba andenzi nto ngokwam; ndisuka ndizithethe ezi zinto njengoko wandifundisayo uBawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wathi kuwo uYesu: “Xa nithe namphakamisa *uNyana woLuntu, noqonda ke ukuba ndinguye endinguye. Noqonda ke okokuba mna andenzi nto ngagunya lam, koko ndithetha kuphela oko ndikufundiswe nguBawo.