John 8:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabesiti ngoko u‐Yesu kuma‐Juda lawo abekoliwe nguye: Xeshekweni nihlala elizwini lam, ningabadisipile bam ngenyaniso;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubesithi ngoko uYesu kuloo maYuda akholiweyo kuye, Ukuba nina nithe nahlala elizwini lam, noba ningabafundi bam, inyaniso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ngoko uYesu kuloo maYuda akholiweyo kuye, Ukuba nina nithe nahlala elizwini lam, noba ningabafundi bam, inyaniso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko uYesu wathi kumaJuda abeke ithemba kuye: “Ukuba nithe nazingisa ukuhlala nisenza oko ndinifundisileyo, niya kuba ngabafundi bam benene.