John 8:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ati ukumpendula: Siyinzalo ka‐Abrahame, asizanga sibe sebukobokeni kumntu nakanye: uti nina wena ukuti: Niya kwenziwa nikululekile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amphendula, athi, Thina siyimbewu ka-Abraham; asizanga sibe sebukhobokeni nakubani; utsho ngani na wena ukuthi, Noba ngabakhululekileyo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aphendula athi kuye, Thina siyimbewu ka-Abraham, asizanga sibe ngamakhoboka amntu; utsho ngani na ukuthi, Niya kukhululwa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aphendula amaJuda athi kuye: “Thina siyinzala ka-Abraham; zange sibe ngamakhoboka nanini na. Uthetha ukuthini ke xa uthi siya kukhululeka?”