John 8:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Olikoboka akahlali endlwini ngonapakade; nguye unyana ohlalayo ngonapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ikhoboka ke alihlali endlwini ngonaphakade; ngunyana ohlala ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ikhoboka ke alihlali endlwini ngonaphakade; ngunyana ohlala ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ikhoboka alinalungelo lisisigxina emzini; onelungelo elinjalo emzini ngunyana.