John 8:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiyazi ukuba niyinzalo ka‐Abrahame; niyafuna ukundibulala noko, kuba ilizwi lam lingafumani indawo kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiyazi ukuba niyimbewu ka-Abraham; ke nifuna ukundibulala, ngokuba ilizwi lam lingenakuhamba kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiyazi ukuba niyimbewu ka-Abraham; ke nifuna ukundibulala, ngokuba ilizwi lam lingenakuhamba kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyazi ukuba niyinzala ka-Abraham. Nakuba kunjalo nizimisele ukundibulala, kuba alingeni kuni ilizwi lam.