John 8:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna ndiyateta oko ndikubonileyo kubawo wam; nani kwa njalo niyakwenza oko nikubonileyo kuyihlo wenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ndithetha endikubonileyo kuBawo; nani ke nenza enikubonileyo kuyihlo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ndithetha endikubonileyo kuBawo; nani ke nenza enikubonileyo kuyihlo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna ndithetha endikubonileyo kowam uBawo; ke nina nenza enikuvileyo kowenu uyihlo.”