John 8:39 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Apendula ati kuye: Ubawo wetu ungu‐Abrahame. Wati kuwo u‐Yesu: Ukuba nibe nilusapo luka‐Abrahame, ngeniba niyenza imisebenzi ka‐Abrahame.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aphendula athi kuye, Ubawo thina nguAbraham. Athi kuwo uYesu, Ukuba nibe ningabantwana baka-Abraham, ninge niyenza imisebenzi ka-Abraham.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aphendula athi kuye, Ubawo nguAbraham. Athi kuwo uYesu, Ukuba beningabantwana baka-Abraham, ninge niyenza imisebenzi ka-Abraham.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amphendula athi: “Ubawo nguAbraham.” Wathi kuwo uYesu: “Ukuba beningabo abantwana baka-Abraham, ngenimfuza ngezenzo.