John 8:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati kuwo u‐Yesu: Ukuba utixo ebenguyihlo wenu, ngeniba nitanda mna: ngokuba ndapuma ndavela kutixo; ngokuba kanjako ndingezanga ngokwam, nguye lowo owanditumayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke uYesu kuwo, Ukuba uThixo ebenguYihlo, ninge nindithanda; kuba mna ndaphuma kuThixo, ndifikile ke; kuba andizanga ngokwam, nguye owandithumayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke uYesu kuwo, Ukuba uThixo ebenguYihlo, ninge nindithanda; kuba mna ndaphuma kuThixo, ndifikile ke; kuba andizanga ngokwam, nguye owandithumayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kuwo uYesu: “Ukuba uThixo ebenguyihlo ngenene, ngenindithanda; kuba ndilapha nje, ndivela kuThixo. Kaloku andizizelanga ngagunya lam; ndithunywe nguye.