John 8:45 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa mna ngokuba ndiyiteta inyaniso, anikolwa kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ke, ngokuba ndithetha inyaniso, anikholwa ndim.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ke, ngokuba ndithetha inyaniso, anikholwa ndim.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa mna ndinixelela inyaniso; kungoko ningakholwayo kum.