John 8:47 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lowo ungowakuye utixo uyaweva amazwi katixo: ngenxa yoku aniweva nina, kuba ningengabakuye utixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo ungokaThixo, uyaweva amazwi kaThixo; ngenxa yoko aniweva nina, ngokuba ningengabakaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo ungokaThixo, uyaweva amazwi kaThixo; ngenxa yoko aniweva nina, ngokuba ningengabakaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
OngokaThixo uyaweva amazwi kaThixo. Ke ngoko nina aniweva amazwi kaThixo, kuba aningabo abakaThixo.”