John 8:48 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andula apendula ama‐Juda, ati kuye: Asilungisi ukutsho na, ukuba ungum‐Samariya wena, nokuba unedemoni?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aphendula ngoko amaYuda, athi kuye, Asilungisi na thina ukuthi ungumSamariya wena, nokuthi unedemon?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aphendula ke ngoko amaYuda, athi kuye, Asitsho na ukuthi, ungumSamariya na, kwaye unedemon?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaJuda amphendula uYesu, athi kuye: “Asinyanisanga na ke xa sithi ungumSamariya, yaye unendimoni?”