John 8:51 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokwenene ngokwenene, nditi kuni: Xeshekweni umntu aligcina ilizwi lam, akasayi kubona ukufa napakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inene, inene, ndithi kuni, Ukuba umntu uthe waligcina ilizwi lam, akasayi kuza abone kufa naphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Inene, inene, ndithi kuni, Ukuba umntu uthe waligcina ilizwi lam, akasayi kuza abone kufa naphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndithi kuni, inene, ukuba umntu uthe wawagcina amazwi am, soze afe naphakade.”