John 8:53 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
umkulu wena yinina kubawo wetu U‐Abrahame, owafayo? kanjalo abaprofite bafa: uyazenza banina wena?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena ungaba umkhulu yini na kunobawo wethu uAbraham, yena wafayo? Nabaprofeti bafa; uzenza bani na wena?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena ungaba umkhulu yini na kunobawo wethu uAbraham, yena wafayo? nabaprofeti bafa; uzenza bani na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba wena umkhulu na kunobawo uAbraham, yena wafayo? Kwangokunjalo nabo abashumayeli àbasekho. Uzenza bani kakade wena?”