John 8:54 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yesu ukupendula: Ukuba ndiyazenzela ubungcwalisa mna ngokwam, ubungcwalisa bam abuluto: ngubawo ondenzela ubungcwalisa, eniti nina ngaye u ngutixo wenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uYesu wathi, Ukuba mna ndithi ndizizukise, uzuko lwam alungebi nto; nguBawo ondizukisayo; enithi nina nguThixo wenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uYesu wathi, Ukuba mna ndithi ndizizukise, uzuko lwam alungebi nto; nguBawo ondizukisayo; enithi nguThixo wenu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula uYesu wathi: “Ukuba bendiziwonga ngokwam, elo wonga ngelingento yanto; kodwa ke nguBawo ondiwongayo, lowo kanye nina nithi nguThixo wenu.