John 8:55 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti animazanga yena; kodwa mna ndiyamazi: nokuba nditsho ukuti andimazi, ndoba lixoki njengani: koko ndimaziyo, nelizwi lake ndiyaligcina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanti ke animazanga, mna ke ndiyamazi. Ukuba ke ndithe andimazi, ndoba ndilixoki njengani; ndiyamazi, ndiligcinile nelizwi lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kambe animazanga; Mna ke ndiyamazi; nokuba ndithe andimazi, ndoba ndilixoki njengani; ndiyamazi, ndiligcinile nelizwi lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nangona nitshoyo, anizange namazi; kodwa mna ndiyamazi. Ukuba mna bendinokuthi andimazi, bendiya kuba ndilixoki njengani. Kodwa ndiyamazi, ndaye ndiyawagcina amazwi akhe.