John 8:56 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Abrahame uyihlo wenu wagcoba ukuba abe nokubona umhla wam; wawubona ke, wavuya nokuvuya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAbraham, uyihlo, wagcobela ukuwubona umhla wam; wawubona, wavuya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyihlo uAbraham wagcobela ukuwubona umhla wam, wawubona, wavuya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyihlo uAbraham wagcoba, kuba wayeza kubona le mihla yobukho bam; wayibona ke, wavuya.”