John 8:57 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andula ati ama‐Juda kuye: Akukabi yiminyaka imashumi mahlanu ubudala bako, no‐Abrahame umbonile nje na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi ngoko amaYuda kuye, Ungekabi naminyaka imashumi mahlanu nje, umbonile na uAbraham?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi ngoko amaYuda kuye, Ungekabi naminyaka imashumi mahlanu nje, umbonile na uAbraham?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aza amaJuda athi kuye: “Ungekabi naminyaka imashumi mahlanu nje, ungathini ukuba sewumbonile uAbraham?”