John 8:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko xeshekweni bebemana bembuza, wazipakamisa, wati kubo: Ongenasono pakati kwenu, makabe nguye oqala ukuposa ilitye ngakuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke bakumana bembuza, waphakama, wathi kubo, Ongenasono kuni makaqale amgibisele ngelitye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke bakumana bembuza, waphakama, wathi kubo, Ongenasono kuni makaqale amgibisele ngelitye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Besamile njalo bembuza, waphakama, wathi kubo: “Ongenasono kuni makube nguye ogibisela ilitye lokuqala.”