John 8:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa bona bevile nje, benqi̔niselwa luvalo lwabo kanjalo, bapuma omnye ngomnye, beqala kubo abadala, kwada kwaba ngabokupela: waza u‐Yesu washiywa yedwa, nomfazi emi pakati.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathe ke bona bakuva, besohlwaywa naluvalo lwabo, baphuma ngabanye, beqalela kwabakhulu, kwada kwaba kwabokugqibela.Wasala yedwa uYesu, waye umfazi emi phakathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathe ke bona bakuva, besohlwaywa naluvalo lwabo, baphuma ngabanye, beqalela kwabakhulu, kwada kwaba kwabokugqibela. Wasala yedwa uYesu, waye umfazi emi phakathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bekuvile oko, bemka bonke ngabanye ngabanye, baqalela kwabadala. Kwasala uYesu nomfazi lowo, esemi apho.