John 9:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Weva u‐Yesu ukuba bebemku̔pele pandle: waza akumfumana wati kuye: Uyakolwa kunyana katixo na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weva uYesu ukuba amkhuphele ngaphandle. Uthe akumfumana wathi kuye, Wena uyakholwa na kuNyana kaThixo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weva uYesu ukuba amkhuphele phandle; Uthe akuba emfumene, wathi kuye, Uyakholwa na kuNyana kaThixo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu weva okokuba umntu lowo usikiwe. Akumfumana wathi kuye: “Uyakholwa na kuye *uNyana woLuntu?”