John 9:39 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Yesu: Ndeza kwelilizwe kube kukugwetywa, ukuze abo bangaboniyo babone, nabo babonayo benzwe imfama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYesu, Mna ndizele ugwebo kweli hlabathi, ukuze abangaboniyo babone, bathi ababonayo babe ziimfama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYesu, Mna ndizele ugwebo kweli hlabathi, ukuze abangaboniyo babone; bathi ababonayo babe ziimfama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wathi uYesu: “Mna ndize kweli hlabathi ukuze abantu bacaluleke: ukuze iimfama zibone, bathi ababonayo babe ziimfama.”