John 9:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kubo u‐Yesu: Ukuba nibe nizimfama, ngeniba ningenasono; kodwa kaloku niti: Siyabona; ngoko isono senu siseko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke kubo uYesu, Ukuba beniziimfama, ngeningenasono;kungoku nithi, Siyabona; ke ngoko isono senu sihleli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo uYesu, Ukuba beniziimfama, ngeningenasono; kungoku nithi, Siyabona; ngoko ke isono senu sihleli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kubo uYesu: “Ukuba benizizo iimfama ngeningenatyala, kodwa ngenxa yokuba nisithi niyabona, nihlala ninalo ityala.”