Jonah 1:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Alekela ukuti kuye: Sesiya kwenza nto nina kuwe, luze ulwandle lusizolele? ngokuba ulwandle belumana lusilwa ngakumbi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi kuye, Masenze ntoni na kuwe, ukuze ulwandle ludambe, lusiyeke? Kuba ulwandle belusiya lusilwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi kuye, Masenze ntoni na, ukuze ulwandle lusiyeke? ngokuba ulwandle belugubha, lwagubha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke lona ulwandle lwaqhubela phambili ukulwa. Baza ke bathi kuJona: “Masenze ntoni ngawe ukuze ulwandle luzole?”