Jonah 1:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kuwo: Ndifunquleni, nindiposele elwandle; luya kwandula ulwandle lunizolele; ngokuba ndisazi kungenxa yam oluqwitela lukulu lupezu kwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuwo, Ndifunquleni, nindijulele elwandle, ludambe ulwandle, luniyeke; kuba ndiyazi, ukuba lo moya, mkhulu uvuthuzayo, uphezu kwenu, ungenxa yam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuwo, Ndithabatheni, nindijulele elwandle; ngoko ke ulwandle luya kunizolisa, kuba ndiyazi ukuba esi sivuthuvuthu sinifikele, ngenxa yam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJona waphendula wathi: “Ndifunquleni nindiphose elwandle, ukuze luzole. Kaloku ndiyaqonda ukuba ndim lo unizisele olu qhwithela.”