Jonah 1:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aza amadoda lawo aqu̔ba kakulu ukuba abuyisele emhlabeni inqanawa; akohlwa noko, ngokuba ulwandle belumana lusilwa ngakumbi ngakuwo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Atyhudisa emazeni amadoda, ezama ukuyibuyisela emhlabeni owomileyo inqanawa; akhohlwa, kuba ulwandle lwaya lusilwa phezu kwazo ngeenxa zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Atyhudisa emazeni amadoda, ezama ukuyibuyisela emhlabeni; akhohlwa, ngokuba ulwandle lwalusilwa, lusilwa phambi kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke abaqhubi bazama kangangoko ukuyisa elunxwemeni inqanawa leyo. Kodwa ke nelo icebo lafadalala kuba ulwandle lwaya luthatha unyawo ngokulwa.