Jonah 2:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabundilahlela enzulwini, kwa pakati kwelwandle; wandingqonga umsinga; zadlula pezu kwam onke amaza ako nengqengqeleko zako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba wawundiphosa enzulwini, embilinini yeelwandle, Umlambo waba ngeenxa zonke kum; Adlula phezu kwam onke amaza akho alwayo, namaza akho agugumayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba wawundiphosa enzulwini, embilinini yolwandle; Yandirhawula imilambo, Adlula phezu kwam onke amaza akho alwayo, namaza akho alwayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena wandiphosa enzonzobileni, phakath' enzulwini yolwandle, yaza ke imisinga yandigubungela, amaza akho alatyuza andisibekela.
Recommended Reading