Jonah 3:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku utixo wabona izenzo zabo, zokuba baguquka kuyo indlela yabo ekohlakeleyo; waza utixo waba nosizi pezu kwobubi owabete uya kubenza kubo, akabenza ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo wazibona izenzo zabo, ukuba babuyile ezindleleni zabo ezimbi; uThixo wazohlwaya ngenxa yobubi, abethe uya kubenza kubo; akabenza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo wazibona izenzo zabo, ukuba babuyile ezindleleni zabo; uThixo wabenza ububi, abethe uya kubenza kubo; akayenza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uThixo wasibona isenzo sabo nokwahlukana kwabo neendlela zabo ezimbi. Ngoko ke uThixo wayijika ingqondo yakhe, akabi sabatshabalalisa njengoko wayezimisele.