Jonah 3:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
mabati abantu nenkomo bagujungelwe ngentlakantlaka, babize kutixo ngamandla; kanjalo mabaguquke bonke ngabanye kuyo indlela yabo ekohlakeleyo, nakubo ubudlwengu obusezandleni zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
maze azigubungele ngezirhwexayo umntu nempahla enkulu, akhale kuThixo ngokunamandla, abuye elowo endleleni yakhe embi, elugonyamelweni olusezandleni zakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mabambathe iingubo ezimnyama umntu nenkomo, akhale kuThixo ngamandla; ewe, makabuye elowo endleleni yakhe embi, nakugonyamelo olusezandleni zakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu nemfuyo mabavathe ezenzila. Bonke mabakhale kuThixo ngamandla, bahlukane neendlela zabo ezimbi nogonyamelo lwabo.