Jonah 4:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kwabuhlungu ku‐Jona ngobuhlungu obukulu, waqumba ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaba kubi kuYona kakhulu, wavutha ngumsindo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa uYona waba buhlungu kakhulu loo nto, waza wavutha ngumsindo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku esi sehlo samkhathaza uJona, wacaphuka gqitha.