Jonah 4:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti uyehova: Wena ubetwe lusizi pezu kwekikayone, ongazamanga ngayo, nongayikulisanga; eyapumayo ebusuku bunye, eyabubayo ebusuku bunye kanjako:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uThixo, Wena unenceba ngomhlavuthwa, ongabulalekanga nguwo, ongawuhlumisanga, okhule ngobusuku, wadaka ngobusuku:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova, Unenceba kwikhoboka lakho, ubungamkhonzanga, ukuba unganduluki; abavuka ngabusuku bunye, batshabalala ngabusuku bunye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo wathi kuye: “Lo mthi uwukhathalele ngani, ungakhange ubulaleke nje ngawo, futhi ungakhuliswanga nanguwe? Lo mthi ukhule ngobusuku, wabuya wafa kwangobusuku.