Jonah 4:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakaloku, Yehova! uze ususe kum ubomi bam: ngokuba kulungile ukufa kwam ngapezu kwobomi bam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ngoku, Yehova, seluwuthabatha umphefumlo wam kum, kuba ukufa kum kulungile kunokuba ndidle ubomi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wususe ke, Yehova, umoya wam kum; kuba kukulungele ukufa kunokuba udle ubomi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ndiyakubongoza, Ndikhoyo, buthathe ubomi bam, kuba kum ukufa kungcono kunokudla ubomi.”